Ndilusizi kuba andikwazi ukuthetha isiXhosa kodwa noko kunjalo ndithi mandibulise. Ukuba ngaba uyasithetha isiNgesi, lo vimba wam ugcwele uyaphuphuma yimibongo emnandi, imibhalo kunye nezinye izinto eziphathelele kuncuthu lolwimi lwesiNgesi. Kukwadweliswe nabanye oovimba onokubandwendwela, kunye neengcebiso ngeefilimu nomculo omnandi.

Ngemihle imibuliso

David P Brown

Enter